Hezekile 29:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ndiza kukushiya entlango, wena nazo zonke iintlanzi zomNayile wakho. Uza kuwela esigangeni, ibe awuzukuqokelelwa.+ Ndiza kukunikela ube kukutya kwamarhamncwa omhlaba nokweentaka zezulu.+
5 Ndiza kukushiya entlango, wena nazo zonke iintlanzi zomNayile wakho. Uza kuwela esigangeni, ibe awuzukuqokelelwa.+ Ndiza kukunikela ube kukutya kwamarhamncwa omhlaba nokweentaka zezulu.+