Hezekile 29:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ilizwe laseYiputa ndiza kulenza lingahlali bantu, lona nezixeko zalo, iminyaka eyi-40;+ yaye ndiza kuwathi saa amaYiputa phakathi kweentlanga, ndiwasasaze emazweni.”+ Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 29:12 IMboniselo,8/1/2007, iphe. 8
12 Ilizwe laseYiputa ndiza kulenza lingahlali bantu, lona nezixeko zalo, iminyaka eyi-40;+ yaye ndiza kuwathi saa amaYiputa phakathi kweentlanga, ndiwasasaze emazweni.”+