14 Le nto iza kwenzeka ukuze kungabikho mthi uza kukhula ecaleni kwamanzi ube mde kakhulu de ufikelele emafini, nokuze kungabikho mthi unkcenkceshelwe kakuhle uza kufikelela emafini. Kuba yonke iza kunikelwa ekufeni, kwilizwe langaphantsi, kunye noonyana babantu, abehla baye emngxunyeni.’