16 Xa kuvakala isandi sokuwa kwawo, ndiza kuzenza zingcangcazele iintlanga xa ndiwuhlisela engcwabeni nabo bonke abo behla baye emngxunyeni, yaye imithi yase-Eden,+ eyona mihle kweyaseLebhanon, yonke enkcenkceshelwe kakuhle, iza kuthuthuzeleka kwilizwe langaphantsi.