Hezekile 32:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 ‘Emva kokuba ucinywe igama, ndiza kuwogquma amazulu, ndizenze mnyama iinkwenkwezi zawo. Ilanga ndiza kulogquma ngamafu,Nenyanga ayizukukhanyisa.+
7 ‘Emva kokuba ucinywe igama, ndiza kuwogquma amazulu, ndizenze mnyama iinkwenkwezi zawo. Ilanga ndiza kulogquma ngamafu,Nenyanga ayizukukhanyisa.+