-
Hezekile 32:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Ndiza kuzenza zothuke izizwana ezininzi,
Nookumkani bazo baza kutyhwatyhwa ngenxa yakho xa ndivonyavonya ikrele lam phambi kwabo.
Baza kuhlala bengcangcazela, ngamnye esoyikela ubomi bakhe,
Ngemini yokuwa kwakho.’
-