Hezekile 32:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “‘Awona makroti anamandla aza kuthetha naye nabancedi bakhe esezinzulwini zengcwaba.* Ngokuqinisekileyo baza kuhla, balale njengabangalukanga, bebulewe ngekrele.
21 “‘Awona makroti anamandla aza kuthetha naye nabancedi bakhe esezinzulwini zengcwaba.* Ngokuqinisekileyo baza kuhla, balale njengabangalukanga, bebulewe ngekrele.