Hezekile 32:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Amangcwaba ayo asezinzulwini zomngxuma,* nabantu bayo bajikeleze ingcwaba layo, bonke baxatyelwe ngekrele, kuba babangela uloyiko kwilizwe labaphilayo.
23 Amangcwaba ayo asezinzulwini zomngxuma,* nabantu bayo bajikeleze ingcwaba layo, bonke baxatyelwe ngekrele, kuba babangela uloyiko kwilizwe labaphilayo.