Hezekile 32:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 “‘Ulapho uElam,+ nabantu bakhe bajikeleze ingcwaba lakhe, bonke bewe ngekrele. Behlile baya kwilizwe langaphantsi bengalukanga, abo babangele uloyiko kwilizwe labaphilayo. Ngoku baza kuthwala ihlazo labo kunye nabo behla baye emngxunyeni.*
24 “‘Ulapho uElam,+ nabantu bakhe bajikeleze ingcwaba lakhe, bonke bewe ngekrele. Behlile baya kwilizwe langaphantsi bengalukanga, abo babangele uloyiko kwilizwe labaphilayo. Ngoku baza kuthwala ihlazo labo kunye nabo behla baye emngxunyeni.*