Hezekile 32:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “‘Ulapho uMesheki noTubhali+ nabo bonke abantu babo.* Ujikelezwe ngamangcwaba akhe. Bonke abalukanga yaye bahlatywe ngekrele, kuba babenze boyika abakwilizwe labaphilayo.
26 “‘Ulapho uMesheki noTubhali+ nabo bonke abantu babo.* Ujikelezwe ngamangcwaba akhe. Bonke abalukanga yaye bahlatywe ngekrele, kuba babenze boyika abakwilizwe labaphilayo.