Hezekile 32:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 “‘Ulapho uEdom,+ ookumkani bakhe neenkosi zakhe, ezathi nangona zazinamandla, zabekwa kunye nabo babulewe ngekrele; nazo ziza kulala nabo bangalukanga+ kunye nabo behla baye emngxunyeni.*
29 “‘Ulapho uEdom,+ ookumkani bakhe neenkosi zakhe, ezathi nangona zazinamandla, zabekwa kunye nabo babulewe ngekrele; nazo ziza kulala nabo bangalukanga+ kunye nabo behla baye emngxunyeni.*