Hezekile 32:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 “‘Zilapho iinkosana* zasemntla nawo onke amaSidon+ aye ehla, aya kuhlazeka nababuleweyo, nangona amandla awo ebebangela uloyiko. Aza kulala engalukanga kunye nabo babulewe ngekrele, ibe aza kuthwala ihlazo lawo kunye nabo behla baye emngxunyeni.*
30 “‘Zilapho iinkosana* zasemntla nawo onke amaSidon+ aye ehla, aya kuhlazeka nababuleweyo, nangona amandla awo ebebangela uloyiko. Aza kulala engalukanga kunye nabo babulewe ngekrele, ibe aza kuthwala ihlazo lawo kunye nabo behla baye emngxunyeni.*