Hezekile 33:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Akukho nasinye kwizono azenzileyo aza kuphenduliswa ngaso.*+ Ngenxa yokwenza kwakhe okusesikweni* nobulungisa, ngokuqinisekileyo uza kuhlala ephila.’+
16 Akukho nasinye kwizono azenzileyo aza kuphenduliswa ngaso.*+ Ngenxa yokwenza kwakhe okusesikweni* nobulungisa, ngokuqinisekileyo uza kuhlala ephila.’+