Hezekile 33:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kwathi ke ngengokuhlwa engaphambi kokufika kwaloo ndoda iqhweshileyo, isandla sikaYehova saba phezu kwam, wawuvula umlomo wam ngaphambi kokuba loo ndoda ifike kum kusasa. Wavuleka ke umlomo wam, ndaphinda ndakwazi ukuthetha.+
22 Kwathi ke ngengokuhlwa engaphambi kokufika kwaloo ndoda iqhweshileyo, isandla sikaYehova saba phezu kwam, wawuvula umlomo wam ngaphambi kokuba loo ndoda ifike kum kusasa. Wavuleka ke umlomo wam, ndaphinda ndakwazi ukuthetha.+