27 “Uze uthi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiphila nje, abo bahlala kwiindawo ezingamabhodlo baza kuwa ngekrele; abo basesigangeni ndiza kubenza babe kukutya kwamarhamncwa; nabo bakwiindawo ezikhuselekileyo nasemiqolombeni baza kubulawa sisifo.+