Hezekile 33:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 “Wena ke, nyana womntu, abantu bakowenu bathetha ngawe ngasezindongeni nakwiminyango yezindlu.+ Bathi kubantakwabo, ‘Yizani, sive ukuba lithini na ilizwi elivela kuYehova.’
30 “Wena ke, nyana womntu, abantu bakowenu bathetha ngawe ngasezindongeni nakwiminyango yezindlu.+ Bathi kubantakwabo, ‘Yizani, sive ukuba lithini na ilizwi elivela kuYehova.’