Hezekile 33:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Baza kungena bahlale phambi kwakho njengabantu bam; yaye baza kuweva amazwi akho, kodwa abazukuwenza.+ Baza kukuncoma ngemilomo yabo, kodwa intliziyo yabo inyolukele inzuzo yokunganyaniseki.
31 Baza kungena bahlale phambi kwakho njengabantu bam; yaye baza kuweva amazwi akho, kodwa abazukuwenza.+ Baza kukuncoma ngemilomo yabo, kodwa intliziyo yabo inyolukele inzuzo yokunganyaniseki.