Hezekile 34:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ezibuthathaka anizomelezanga, ezigulayo aniziphilisanga, ezenzakeleyo anizibophanga, ezibhaduleyo anizibuyisanga, nezilahlekileyo anizikhangelanga,+ kodwa nisuke nazilawula ngegqudu nangenkohlakalo.+
4 Ezibuthathaka anizomelezanga, ezigulayo aniziphilisanga, ezenzakeleyo anizibophanga, ezibhaduleyo anizibuyisanga, nezilahlekileyo anizikhangelanga,+ kodwa nisuke nazilawula ngegqudu nangenkohlakalo.+