Hezekile 34:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Ndiyalwa naba balusi, yaye ndiza kubaphendulisa ngeegusha zam,* ndibayekise ukondla* iigusha zam,+ yaye baza kuyeka ukondla iziqu zabo. Ndiza kuzisindisa iigusha zam emlonyeni wabo, ziyeke ukuba kukutya kwabo.’”
10 Ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Ndiyalwa naba balusi, yaye ndiza kubaphendulisa ngeegusha zam,* ndibayekise ukondla* iigusha zam,+ yaye baza kuyeka ukondla iziqu zabo. Ndiza kuzisindisa iigusha zam emlonyeni wabo, ziyeke ukuba kukutya kwabo.’”