Hezekile 34:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ndiza kuzihoya iigusha zam njengomalusi ofumene iigusha zakhe ebezithe saa waza wazondla.+ Ndiza kuzisindisa kwiindawo ebezisasazeke kuzo ngemini yamafu nobumnyama.+
12 Ndiza kuzihoya iigusha zam njengomalusi ofumene iigusha zakhe ebezithe saa waza wazondla.+ Ndiza kuzisindisa kwiindawo ebezisasazeke kuzo ngemini yamafu nobumnyama.+