Hezekile 34:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ziza kuyeka ukuba ngamaxhoba eentlanga, namarhamncwa omhlaba awazukuziqwenga, yaye ziza kuhlala zikhuselekile, kungabikho mntu uzoyikisayo.+
28 Ziza kuyeka ukuba ngamaxhoba eentlanga, namarhamncwa omhlaba awazukuziqwenga, yaye ziza kuhlala zikhuselekile, kungabikho mntu uzoyikisayo.+