Hezekile 35:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Yithi kuwo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndilwa nawe, mmandla weentaba wakwaSehire, yaye ndiza kusolulela kuwe isandla sam ndize ndikwenze indawo engahlali mntu nengahoywanga.+ Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 35:3 “Sonke ISibhalo”, iphe. 133
3 Yithi kuwo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndilwa nawe, mmandla weentaba wakwaSehire, yaye ndiza kusolulela kuwe isandla sam ndize ndikwenze indawo engahlali mntu nengahoywanga.+