Hezekile 35:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kanye njengokuba wavuyayo xa kwapheliswa ilifa lendlu kaSirayeli, ndiza kwenza okufanayo nakuwe.+ Uza kuba yindawo engahlali mntu nengahoywanga, mmandla weentaba wakwaSehire, nditsho yonke iEdom,+ batsho bazi ukuba ndinguYehova.’”
15 Kanye njengokuba wavuyayo xa kwapheliswa ilifa lendlu kaSirayeli, ndiza kwenza okufanayo nakuwe.+ Uza kuba yindawo engahlali mntu nengahoywanga, mmandla weentaba wakwaSehire, nditsho yonke iEdom,+ batsho bazi ukuba ndinguYehova.’”