Hezekile 36:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kodwa ekufikeni kwayo kwezo ntlanga, abantu balingcolisa igama lam elingcwele+ ngokuthi, ‘Aba ngabantu bakaYehova, kodwa kwanyanzeleka balishiye ilizwe lakhe.’
20 Kodwa ekufikeni kwayo kwezo ntlanga, abantu balingcolisa igama lam elingcwele+ ngokuthi, ‘Aba ngabantu bakaYehova, kodwa kwanyanzeleka balishiye ilizwe lakhe.’