Hezekile 36:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Emva koko niza kuhlala elizweni endalinika ookhokho benu; niza kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.’+
28 Emva koko niza kuhlala elizweni endalinika ookhokho benu; niza kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.’+