Hezekile 37:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko wathi kum: “Profeta kumoya. Profeta nyana womntu uthi kumoya, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Yiza moya,* uvela kuyo yomine imimoya, uvuthuze phezu kwaba bantu babuleweyo, ukuze baphile.”’”
9 Emva koko wathi kum: “Profeta kumoya. Profeta nyana womntu uthi kumoya, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Yiza moya,* uvela kuyo yomine imimoya, uvuthuze phezu kwaba bantu babuleweyo, ukuze baphile.”’”