Hezekile 37:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ndiza kuwenza abe luhlanga olunye elizweni,+ ezintabeni zakwaSirayeli, aze alawulwe ngukumkani omnye onke,+ angaphindi abe ziintlanga ezimbini, angabi zizo nezizwe ezibini.+
22 Ndiza kuwenza abe luhlanga olunye elizweni,+ ezintabeni zakwaSirayeli, aze alawulwe ngukumkani omnye onke,+ angaphindi abe ziintlanga ezimbini, angabi zizo nezizwe ezibini.+