Hezekile 38:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Uza kuthi: “Ndiza kulihlasela ilizwe elingakhuselekanga.+ Ndiza kubahlasela abo bangalindelanga ngozi, bengenanto ibaphazamisayo, abo bahlala apho kungekho zindonga zikhuselayo nazingcango namivalo.” Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 38:11 IMboniselo,5/15/2015, iphe. 27 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 227
11 Uza kuthi: “Ndiza kulihlasela ilizwe elingakhuselekanga.+ Ndiza kubahlasela abo bangalindelanga ngozi, bengenanto ibaphazamisayo, abo bahlala apho kungekho zindonga zikhuselayo nazingcango namivalo.”