Hezekile 38:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Abantu bam amaSirayeli uza kubahlasela njengamafu agubungele ilizwe. Ekupheleni kwemihla, ndiza kukwenza uhlasele ilizwe lam,+ ukuze iintlanga zindazi xa ndibonisa ubungcwele bam phambi kwamehlo azo ngento endiza kuyenza kuwe, wena Gogi.”’+ Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 38:16 IMboniselo,7/15/2015, iphe. 14-15 9/15/2012, iphe. 5-6 3/15/2009, iphe. 18-19
16 Abantu bam amaSirayeli uza kubahlasela njengamafu agubungele ilizwe. Ekupheleni kwemihla, ndiza kukwenza uhlasele ilizwe lam,+ ukuze iintlanga zindazi xa ndibonisa ubungcwele bam phambi kwamehlo azo ngento endiza kuyenza kuwe, wena Gogi.”’+