Hezekile 39:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Uza kuwa ezintabeni zakwaSirayeli,+ wena nayo yonke imikhosi yakho nezizwana eziza kube zikunye nawe. Ndiza kukwenza ube kukutya kwazo zonke iintlobo zeentaka ezitya inyama namarhamncwa asendle.”’+
4 Uza kuwa ezintabeni zakwaSirayeli,+ wena nayo yonke imikhosi yakho nezizwana eziza kube zikunye nawe. Ndiza kukwenza ube kukutya kwazo zonke iintlobo zeentaka ezitya inyama namarhamncwa asendle.”’+