Hezekile 39:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Iintlanga ziza kutsho zazi ukuba indlu kaSirayeli yathinjwa ngenxa yesono sayo, kuba yayingathembekanga kum.+ Ngoko ndabufihla ubuso bam kuyo+ ndaza ndayinikela kwiintshaba zayo,+ yaza yonke yawa likrele.
23 Iintlanga ziza kutsho zazi ukuba indlu kaSirayeli yathinjwa ngenxa yesono sayo, kuba yayingathembekanga kum.+ Ngoko ndabufihla ubuso bam kuyo+ ndaza ndayinikela kwiintshaba zayo,+ yaza yonke yawa likrele.