Hezekile 39:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Emva kokuhlaziswa kwabo ngenxa yako konke ukungathembeki kwabo kum,+ baza kuhlala bekhuselekile elizweni labo, kungekho mntu uboyikisayo.+
26 Emva kokuhlaziswa kwabo ngenxa yako konke ukungathembeki kwabo kum,+ baza kuhlala bekhuselekile elizweni labo, kungekho mntu uboyikisayo.+