Hezekile 43:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Umbono endawubonayo wawufana nalowo ndawubona xa ndandize* kutshabalalisa isixeko, ibe wawubonakala ufana nento endandiyibone ngakuMlambo iKebhare,+ ndaqubuda.
3 Umbono endawubonayo wawufana nalowo ndawubona xa ndandize* kutshabalalisa isixeko, ibe wawubonakala ufana nento endandiyibone ngakuMlambo iKebhare,+ ndaqubuda.