Hezekile 44:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UYehova wathi kum: “Le geyithi iza kuhlala ivaliwe. Ayizukuvulwa, ibe akukho mntu uza kungena ngayo; kuba uYehova, uThixo kaSirayeli, ungene ngayo,+ ngoko imele ihlale ivaliwe.
2 UYehova wathi kum: “Le geyithi iza kuhlala ivaliwe. Ayizukuvulwa, ibe akukho mntu uza kungena ngayo; kuba uYehova, uThixo kaSirayeli, ungene ngayo,+ ngoko imele ihlale ivaliwe.