Hezekile 44:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Emva koko, yandisa phambi kwetempile ngegeyithi yasemntla. Xa ndajongayo, ndabona ukuba ubuqaqawuli bukaYehova bugcwalise itempile kaYehova.+ Ngoko ndaqubuda.+
4 Emva koko, yandisa phambi kwetempile ngegeyithi yasemntla. Xa ndajongayo, ndabona ukuba ubuqaqawuli bukaYehova bugcwalise itempile kaYehova.+ Ngoko ndaqubuda.+