-
Hezekile 44:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Xa nisizisa abasemzini, abangalukanga entliziyweni nasenyameni, kwindawo yam engcwele, bangcolisa itempile yam. Ninikela ngesonka sam, amanqatha negazi, ngoxa kusaphulwa isivumelwano sam ngenxa yazo zonke izinto ezenyanyekayo enizenzayo.
-