Hezekile 47:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Yathi kum: “La manzi aya kummandla wasempuma, ehle aye eArabha*+ aze angene elwandle.+ Xa engena elwandle, amanzi olwandle aza kuphiliswa.
8 Yathi kum: “La manzi aya kummandla wasempuma, ehle aye eArabha*+ aze angene elwandle.+ Xa engena elwandle, amanzi olwandle aza kuphiliswa.