-
Hezekile 47:12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
12 “Kuza kukhula zonke iintlobo zemithi eneziqhamo ezityiwayo* macala omabini omlambo. Amagqabi ayo akazukubuna, neziqhamo zayo azizukuphela. Nyanga nganye iza kuthwala iziqhamo ezitsha, kuba amanzi ayo aphuma kwindawo engcwele.+ Iziqhamo zayo ziza kuba kukutya, wona amagqabi ayo abe ngawokuphilisa.”+
-