Hezekile 48:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Iza kuba yeyababingeleli abangcwalisiweyo koonyana bakaTsadoki,+ ababewenza umsebenzi endandibathume wona baza abandishiya xa amaSirayeli nabaLevi bandishiyayo.+
11 Iza kuba yeyababingeleli abangcwalisiweyo koonyana bakaTsadoki,+ ababewenza umsebenzi endandibathume wona baza abandishiya xa amaSirayeli nabaLevi bandishiyayo.+