Daniyeli 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UThixo wokwenene wanika aba bafana* bane ulwazi, wabenza baziqonda zonke iincwadi nobulumko; yaye wenza uDaniyeli wakwazi ukuqonda yonke imibono namaphupha.+
17 UThixo wokwenene wanika aba bafana* bane ulwazi, wabenza baziqonda zonke iincwadi nobulumko; yaye wenza uDaniyeli wakwazi ukuqonda yonke imibono namaphupha.+