Daniyeli 1:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ukumkani wathetha nalo, wafumanisa ukuba akukho namnye kwelo qela owayekumgangatho kaDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya.+ Baqhubeka ke bona besebenza phambi kokumkani.
19 Ukumkani wathetha nalo, wafumanisa ukuba akukho namnye kwelo qela owayekumgangatho kaDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya.+ Baqhubeka ke bona besebenza phambi kokumkani.