Daniyeli 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ukumkani wababuza zonke izinto ezifuna ubulumko nokuqonda, wafumanisa ukuba babebodlula kalishumi bonke ababingeleli ababesenza imilingo nababenobugqi+ ababekuwo wonke ummandla awayewulawula.
20 Ukumkani wababuza zonke izinto ezifuna ubulumko nokuqonda, wafumanisa ukuba babebodlula kalishumi bonke ababingeleli ababesenza imilingo nababenobugqi+ ababekuwo wonke ummandla awayewulawula.