Daniyeli 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ukumkani wathi kumaKhaledi: “Andigqithi kule into: Ukuba anindichazeli ngokwenu eli phupha nokuba lithetha ukuthini, niza kunqunqwa, nezindlu zenu zenziwe iindawo zangasese zikawonke-wonke.*
5 Ukumkani wathi kumaKhaledi: “Andigqithi kule into: Ukuba anindichazeli ngokwenu eli phupha nokuba lithetha ukuthini, niza kunqunqwa, nezindlu zenu zenziwe iindawo zangasese zikawonke-wonke.*