Daniyeli 2:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 AmaKhaledi athi kukumkani: “Akukho kwamntu kweli gaqa lomhlaba* onokukwazi ukwenza le nto ifunwa ngukumkani, kuba akukho kumkani mkhulu namlawuli wakha wacela into enje kuye nawuphi na umbingeleli owenza umlingo okanye kwigqirha okanye kumKhaledi.
10 AmaKhaledi athi kukumkani: “Akukho kwamntu kweli gaqa lomhlaba* onokukwazi ukwenza le nto ifunwa ngukumkani, kuba akukho kumkani mkhulu namlawuli wakha wacela into enje kuye nawuphi na umbingeleli owenza umlingo okanye kwigqirha okanye kumKhaledi.