Daniyeli 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Wakhawuleza ke uAriyoki wasa uDaniyeli kukumkani, wathi: “Ndifumene indoda kubathinjwa bakwaYuda+ enokumchazela ukumkani ukuba lithetha ukuthini iphupha lakhe.”
25 Wakhawuleza ke uAriyoki wasa uDaniyeli kukumkani, wathi: “Ndifumene indoda kubathinjwa bakwaYuda+ enokumchazela ukumkani ukuba lithetha ukuthini iphupha lakhe.”