Daniyeli 2:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Wathi ukumkani kuDaniyeli, owayekwanguBheleteshatsare:+ “Uza kukwazi nyhani na ukundichazela iphupha lam, nokuba lithetha ukuthini?”+
26 Wathi ukumkani kuDaniyeli, owayekwanguBheleteshatsare:+ “Uza kukwazi nyhani na ukundichazela iphupha lam, nokuba lithetha ukuthini?”+