Daniyeli 2:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UDaniyeli wathi kukumkani: “Akukho nomnye kwizilumko, amagqirha, ababingeleli abenza imilingo nabavumisi ngeenkwenkwezi, onokukwazi ukumxelela ukumkani le mfihlelo afuna ukuyazi.+
27 UDaniyeli wathi kukumkani: “Akukho nomnye kwizilumko, amagqirha, ababingeleli abenza imilingo nabavumisi ngeenkwenkwezi, onokukwazi ukumxelela ukumkani le mfihlelo afuna ukuyazi.+