Daniyeli 2:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ke mna, le mfihlelo andiyityhilelwanga kuba ndilumkile kunabo bonke abanye abantu abaphilayo, kunoko ndiyityhilelwe ukuze ndimchazele ukumkani ukuba lithetha ukuthini iphupha lakhe nokuze azazi izinto ebezicinga.+
30 Ke mna, le mfihlelo andiyityhilelwanga kuba ndilumkile kunabo bonke abanye abantu abaphilayo, kunoko ndiyityhilelwe ukuze ndimchazele ukumkani ukuba lithetha ukuthini iphupha lakhe nokuze azazi izinto ebezicinga.+