2 Emva koko uKumkani uNebhukadenetsare wathumela ukuba kuqokelelwe abaphathiswa bamaphondo, amasekela-baphathiswa, abalawuli, abacebisi, abagcini-mali, abagwebi, oomantyi, nabo bonke abasemagunyeni kumaphondo, beze xa kunikezelwa umfanekiso omiswe ngukumkani.