Daniyeli 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa kukho amaYuda owabekileyo ukuba alawule iphondo laseBhabhiloni.* NguShadraki, uMeshaki noAbhednego.+ La madoda akanaxesha lakho kumkani, akabakhonzi oothixo bakho, nomfanekiso wegolide owumisileyo akafuni kuwukhonza.”
12 Kodwa kukho amaYuda owabekileyo ukuba alawule iphondo laseBhabhiloni.* NguShadraki, uMeshaki noAbhednego.+ La madoda akanaxesha lakho kumkani, akabakhonzi oothixo bakho, nomfanekiso wegolide owumisileyo akafuni kuwukhonza.”